Showing posts with label XHOSA: Xhosa Bible 1975 (XB1975). Show all posts
Showing posts with label XHOSA: Xhosa Bible 1975 (XB1975). Show all posts

Thursday, September 15, 2011

Philippians 2:10-11 XHOSA: Xhosa Bible 1975 (XB1975)

Philippians 2:10-11
XHOSA: Xhosa Bible 1975 (XB1975)
10 ukuze ngegama likaYesu onke amadolo agobe,  awabasemazulwini, nawabasemhlabeni, nawabaphantsi komhlaba;
11 zithi zonke iilwimi zixele ukuba uYesu Kristu uyiNkosi,  kuze kuzukiswe uThixo uYise.