Philippians 2:10-11
XHOSA: Xhosa Bible 1996 (XB1996)
10 ukuze bonke abaphilayo, ezulwini, emhlabeni, naphantsi komhlaba, bagobe amadolo benika imbeko kwigama likaYesu;
11 bathi bebonke bavume bengafihlisi ukuba uYesu Krestu yiNkosi, bebonakalisa ubungangamsha bukaThixo onguBawo.